Lyrics: Amanda Black -Lila Lyrics

- January 18, 2017 - No comments -

Lyrics Lila by Amanda Black

[Chorus]
Iyalil’ ilali (x2)
Bayakhal’ omama
Bathi bathi bajonge kuwe

Ubhek’ eGoli
uFuna ubomi obungcono
And now you losing yourself in a world of stars
Ubathembisile abazali
Uzoba ngumntu phakathi kwabantu
Ukhethiwe, bayakudinga
You have to make it, keep fighting

[Chorus]

Oh mntakwethu, lungis’ ingqondo
Buyel’ ekhaya, buyel’ ekhaya
Don’t let this fast life swalow you
Don’t let them steal your soul
Buyel’ ekhaya, buyel’ ekhaya

Ukhethiwe, bayakudinga
You have to make, keep fighting

[Chorus]

Read previous post:
Black Motion - Bambolwam Lyrics Ft Simphiwe Dana
Lyrics: Black Motion – Bambolwam Lyrics Ft Simphiwe Dana

Lyrics to Bambolwam by Black Motion Ft Simphiwe Dana [Repeat x4] Ndikuthanda njalo dali wam Ndikuthanda njalo Ulubambo lwam Uyinto...

Close