Lyrics: Amanda Black – Amazulu lyrics

- October 26, 2016 - No comments -

Amazulu lyrics By Amanda Black

driftin
I’m driftin no way hey into the darkness
ndizothath’u mthwalo ndimbeke mqolo mama

ubomi bunzima
so leave my head apart
open my eyes and I will fly ohh
I’m barely copin
I’m feelin closin, looking up happy enough
heavens will open
mdali wezulu ndikhalela kuwe
open up, open up
I’m feelin close now
the light shinin bright but I’m losing my flaws

kudala ndisiwa ndivuka, ndifuna noluthando
ndifuna noluthando mmn
kudala ndifuna ubomi buvume
vungama ngonyama
vungama ohh

×2

vulek… a, vile… ka
vuleka, vuleka vuleka amazulu
vuleka, amazulu
vuleka, amazulu oo… hhhhhh

I’m givin
the takin, trippin and fallin
tell me I’m nothing, don’t care what they sayin now begging you darlin
start loosin your flaws
eey no more driftin, no more driftin away, livumil’icamagu
avulekile amazulu
I’m fightin for survival
ndiliqhawe, ndiliqhawe
ndiying… onya… ma e. ehh., Oo… ho
oh, ho o. ohh
veleka vuleka
vuleka vuleka vuleka amazulu
vuleka amazulu
vuleka amazulu Oh… hhhh

Read previous post:
Lyrics: Naima Kay - Thando Lyrics
Lyrics: Naima Kay – Thando Lyrics

Thando Lyrics By Naima Kay Kuhlwile k*mnyama nhliziyoyami iyal ukxola amehlo wami ayalukhiph unyembezi Ngiphoxwe ngothando bonke labantu bathembele kuwe...

Close