IFANI – Ayadelela Lyrics

- September 8, 2015 - No comments -

Madoda masithetheni ngalendaba yalamakhwenkwe (ayadelela)
Lamakhwenkwe alendawo, andifuni kube ndirongo maaaan bcoz ndiyindoda
Ndifuna ukuba straight makhwenkwe, bathi ayadelela

[Chorus:]
Amakhwenkwe alendawo ayadelela (hhay hhay su geza)
Amakhwenkwe alendawo ayadelela (hhay hhay su geza)
Ewe kaloku ayadelela
Ewe kaloku ayadelela

Wangena uMfene, wangena uHlathi
Wangena uLisa, uSuthu uJambasi
Ngeba ndizibiza ngesduko sikatata qhi nxaki lamjita azange ndamazi (elele elele)
Ngena sizukulu sikaMaMthembu
Ngabinaxhala nalapha kukokwenu
Siyakuthanda utsho ngebatha
Utsho ngemali eninzi ububhanxa
Ha Ha Ha Haha iye hi hi hi he
Ey uyathanda uloqa xa unxilile
Hhayi ndilapha kuni zingwenya
Ndizonibulela ngondikhusela
Ndisemazweni nabantu abakhulu
Ndi Instagrama ukutsha okuduru
Niyawabona na lamakhwenkwe
Ahlisa ibhrukwe engenanyuku (Haybo!!)

[Chorus:]
Amakhwenkwe alendawo ayadelela (hhay hhay su geza)
Amakhwenkwe alendawo ayadelela (hhay hhay su geza)
Ewe kaloku ayadelela
Ewe kaloku ayadelela

Amasango, nd’wavulile amasango
Nd’wavulile amasango [x2] (hhay hhay bo!)
Nd’wavulile aweskolo, nd’wavulile awengqondo, nd’wavulile aweHip Hop
Yeka umona
Khawuzifundise bhuti ukuncoma
I mean it’s not like seke wam’bona
Ekulendawo nawe umrepha womXhosa Chief
You know the deal
It doesn’t take alot for me to take the lead
Ow yes I know you say you do but I know you don’t believe
I’m going overseas ngesiXhosa sisi
Ungandijonga sisi andizongafiki
And ndizoba busy taking over sisi
Abantu banomona tjini
Bandibhora sisi
Inqondo ine focus gqithi ingathi iyafota sisi

[Chorus:]
Amakhwenkwe alendawo ayadelela (hhay hhay su geza)
Amakhwenkwe alendawo ayadelela (hhay hhay su geza)
Ewe kaloku ayadelela
Ewe kaloku ayadelela

Yangena iGugulethu kwedini
Bangena eBhayi naseThekwini
Wangena u-L Nini noKhosh kwedini
Wangena uMuzi noMusa kwedini
AYMANI!

Loading...
Loading...
Read previous post:
Kwesta & Black Motion – Addicted To Scars Lyrics

Kwesta & Black Motion - Addicted To Scars Lyrics [Repeat x2] Gimme something good yeah And I will follow you...

Close