Berita- Sukundixhesha Lyrics

Berita- Sukundixhesha Lyrics

Lyrics to Sukundixhesha  by Berita

Sukundixhesha nd’zoxhentsa
ngexesha lam mna.
Sukundixhesha nd’zoxhentsa
Ngexesha lam.
Ixhesh’ elibekwe nguThixo
Lixesha lam elo.

Jong’ izihlangu Zam, iz’thende zinamasa , ujonge nesiqu sam, Umzimb’ uxhwalekile.
Ndlela end’hleli ngayo
Naw’uyaz’bonela.
Ndihleli kab’hlungu.
Apho ndihamba khona,
Kutheni undilandela? nditsho kangaphi na? S’thundzi dilika!
Eeeey!

Sukundixhesha nd’zoxhentsa
ngexesha lam mna.
Sukundixhesha nd’zoxhentsa
Ngexesha lam.
Ixesh’elibekwe nguThixo.
Lixesha lam elo.

Oooooooooo
Thula mvandedwa. uwabhatel’ amatyala akho.
Nguw’oyaziy’inyani.
Sukulila
Sukulila

All my life
I’ve had to fight and I won’t let nobody take my dreams away Take my dreams away, take my dreams away.
Andizang’emtshotshweni mna.

Sukundixhesha nd’zoxhentsa
ngexesha lam mna.
Sukundixhesha nd’zoxhentsa
Ngexesha lam.
Ixesh’elibekwe nguThixo
Lixesha lam elo

Tagged , , ,

You cannot copy content of this page